I-English sisixhosa emzantsi Orange uyohlala iyiyo nangesiXhosa
After the funeral White :Eishh it so sad 😔 😔 Black:Wena uyifumene njani inyama yenkukhu?
Inqabe imali,, kunqabe nomntu okukweleta imali,. Lol
Uthengela umntanakho iskuta uthi aphushwe umntana kaban???
Umntu one kiss madolo aboleke imali kuwe athi uzoyibuyisa xa eme kakuhle, uyoze ame kakuhle nin
I pain yokuba mude uthi uyazamula ugwinye inyoni ngephutha😤😐
Le team yenu ityiwa njalo, ngathi sisonka esi brown. Lool
Mlkhya Hlokoloza ✋🏾🔥✋ Ayingxibe u Ntombi I Pump😂 I gqibele ijike I Secret Sox✋😂😂
Ma 80s yekani ujaiva kakhulu bona ngomntu Seka gobe ixesha elide kanti ubuyisela ibele liphume kwi bra.
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *